IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 89:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  7 Uyoyikwa uThixo kwibandla labangcwele;+

      Mkhulu futhi uyamangalisa kubo bonke abamngqongileyo.+

  • Isaya 6:2, 3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 Iiserafi zazisentla kwakhe. Nganye yayinamaphiko amathandathu. Nganye igqume ubuso bayo ngamaphiko amabini, ngamabini igqume iinyawo zayo, ngamabini iphaphazela.

       3 Enye yathi kwenye:

      “Ungcwele, ungcwele, ungcwele uYehova wemikhosi.+

      Umhlaba wonke ugcwele uzuko lwakhe.”

  • Luka 1:49
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 49 kuba uThixo onamandla undenzele izinto ezinkulu, lingcwele igama lakhe,+

  • ISityhilelo 4:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Isidalwa ngasinye esiphilayo kwezo zine, sasinamaphiko amathandathu anamehlo kuyo yonke indawo nangaphantsi.+ Kwaye imini nobusuku zazisithi: “Ungcwele, ungcwele, ungcwele uYehova*+ uThixo, uSomandla, lowo wayekho nokhoyo nozayo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share