INdumiso 57:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ndingqongwe ziingonyama;+Kufuneka ndilale phakathi kwabantu abafuna ukundiqwenga,Abanamazinyo ayimikhonto neentoloNabanolwimi olulikrele elibukhali.+
4 Ndingqongwe ziingonyama;+Kufuneka ndilale phakathi kwabantu abafuna ukundiqwenga,Abanamazinyo ayimikhonto neentoloNabanolwimi olulikrele elibukhali.+