IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 10:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Leyo yindlela uSawule awafa ngayo ngenxa yokungathembeki kwakhe kuYehova, ngokungalithobeli ilizwi likaYehova+ nangokuya egqirheni+

  • INdumiso 53:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 Kodwa baza kutyhwatyhwa,

      Boyike ngendlela abangazange boyika ngayo,*

      Kuba uThixo uza kuwasasaza amathambo abo bakuhlaselayo.*

      Wena uza kubahlazisa, kuba uYehova ubalahlile.

  • Isaya 59:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  8 Abalufuni uxolo,

      Yaye akukho bulungisa ezindleleni zabo.+

      Benza iindlela zabo zibe goso;

      Akukho namnye umntu ohamba kuzo oya kulwazi uxolo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share