26 Xa oonyana benu benibuza besithi, ‘Niwenzela ntoni lo mbhiyozo?’+ 27 nize nithi, ‘Ngumbingelelo wePasika owenzelwa uYehova, owadlulayo ezindlini zoonyana bakaSirayeli eYiputa, xa wayebetha amaYiputa ngesibetho, kodwa waziyeka izindlu zethu.’”
Emva koko abantu baqubuda.