IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 UYehova wadlula phambi kwakhe esithi: “UYehova, uYehova, uThixo onenceba+ novelwano,*+ ongakhawuleziyo ukucaphuka,+ ophuphuma luthando olungagungqiyo+ nenyaniso,*+

  • Nehemiya 9:17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 Zange bafune ukukumamela,+ bengazange bazikhumbule nezinto ezimangalisayo owazenzayo, kodwa baba neenkani,* bazikhethela umntu wokubakhokela ababuyisele ebukhobokeni eYiputa.+ Kodwa wena unguThixo oxolelayo, onovelwano* nenceba, ocaphuka kade nobathanda ngokungagungqiyo abantu,+ ibe awuzange ubalahle.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share