Luka 10:8, 9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 “Kwakhona, kuzo zonke izixeko eniya kuzo nize namkelwe, yityani nantoni na abayibeka phambi kwenu, 9 niphilise nabagulayo, nithi: ‘UBukumkani bukaThixo busondele.’+
8 “Kwakhona, kuzo zonke izixeko eniya kuzo nize namkelwe, yityani nantoni na abayibeka phambi kwenu, 9 niphilise nabagulayo, nithi: ‘UBukumkani bukaThixo busondele.’+