Genesis 1:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Zonke izilwanyana zasendle, zonke iintaka ezisesibhakabhakeni nazo zonke izinto ezihamba-hamba emhlabeni ezinobomi,* ndizinika bonke utyani obuluhlaza bube kukutya kwazo.”+ Kwaba njalo ke. INdumiso 136:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Upha yonke into ephilayo* ukutya,+Kuba uthando lwakhe olungagungqiyo lukho ngonaphakade.
30 Zonke izilwanyana zasendle, zonke iintaka ezisesibhakabhakeni nazo zonke izinto ezihamba-hamba emhlabeni ezinobomi,* ndizinika bonke utyani obuluhlaza bube kukutya kwazo.”+ Kwaba njalo ke.