INdumiso 104:27, 28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Zonke zilindela kuweUkuba uzinike ukutya kwazo ngexesha elifanelekileyo.+ 28 Ziqokelela loo nto uzinika yona.+ Xa uvula isandla sakho, zifumana intabalala yezinto ezintle.+ INdumiso 107:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kuba ubanelisile abo banxaniweyoWaza abo balambileyo wabahluthisa* ngezinto ezilungileyo.+ INdumiso 132:14, 15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “Yiyo le indawo endiza kuhlala kuyo ngonaphakade;Ndiza kuhlala apha,+ kuba ndifuna loo nto. 15 Ndiza kuyisikelela ngentabalala yokutya;Amahlwempu ayo aza kutya isonka anele.+
27 Zonke zilindela kuweUkuba uzinike ukutya kwazo ngexesha elifanelekileyo.+ 28 Ziqokelela loo nto uzinika yona.+ Xa uvula isandla sakho, zifumana intabalala yezinto ezintle.+
14 “Yiyo le indawo endiza kuhlala kuyo ngonaphakade;Ndiza kuhlala apha,+ kuba ndifuna loo nto. 15 Ndiza kuyisikelela ngentabalala yokutya;Amahlwempu ayo aza kutya isonka anele.+