IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 18:25
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 25 Uza kuthi nca kumntu okukhonza ngokungagungqiyo;+

      Uza kuyiphatha ngokungenasiphoso indoda engenasiphoso;+

  • ISityhilelo 15:3, 4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 Babecula ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo, nengoma yeMvana,*+ besithi:

      “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho+ Yehova* Thixo Somandla.+ Iindlela zakho zezobulungisa+ yaye ziyinyaniso, Kumkani kanaphakade.+ 4 Ngubani ongenokukoyika wena Yehova,* aze azukise igama lakho? Kaloku nguwe wedwa othembekileyo.+ Kuba zonke iintlanga ziza kuza zinqule phambi kwakho,+ kuba imithetho yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share