IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 33:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  3 Mculeleni ingoma entsha;+

      Yidlaleni ngobuchule kumrhubhe, nikhwaze nivuya.

  • INdumiso 96:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 96 Mculeleni ingoma entsha uYehova.+

      Mculeleni uYehova, nonke nina basemhlabeni!+

  • Isaya 42:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Culelani uYehova ingoma entsha,+

      Mdumiseni emhlabeni wonke,+

      Nina nihamba elwandle, nani zinto zikulo,

      Nina ziqithi nabo bahlala kuzo.+

  • ISityhilelo 5:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Emva koko bacula ingoma entsha,+ besithi: “Ukufanele ukuthatha umsongo uze uwuvule nezitampu zawo, kuba waxhelwa waza ngegazi lakho wathengela uThixo abantu+ kuzo zonke izizwe, iilwimi, abantu neentlanga,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share