ABagwebi 11:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Ekugqibeleni uYifeta wagoduka waya eMizpa,+ kwaye jonga! Kwaphuma intombi yakhe izokumhlangabeza, idanisa, ibetha negubu! Yayikuphela komntwana wakhe, engenanyana nantombi ngaphandle kwayo.
34 Ekugqibeleni uYifeta wagoduka waya eMizpa,+ kwaye jonga! Kwaphuma intombi yakhe izokumhlangabeza, idanisa, ibetha negubu! Yayikuphela komntwana wakhe, engenanyana nantombi ngaphandle kwayo.