IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Ngoko wathi uMoses ebantwini: “Sanukoyika.+ Qinani, niza kuyibona indlela aza kunisindisa ngayo uYehova namhlanje.+ Kuba la maYiputa niwabonayo namhlanje, soze niphinde niwabone.+

  • Hebhere 11:32-34
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 32 Yintoni enye endinokuyithetha? Ndingaphelelwa lixesha ukuba ndingabalisa ngoGidiyon,+ uBharaki,+ uSamson,+ uYifeta,+ uDavide+ noSamuweli+ nabanye abaprofeti. 33 Ngenxa yokholo boyisa amazwe,+ bazisa ubulungisa, bafumana izithembiso,+ bavala imilomo yeengonyama,+ 34 baphelisa amandla omlilo,+ basinda ekubulaweni ngekrele,+ bathi bebuthathaka benziwa banamandla,+ boyisa ezimfazweni,+ baleqa imikhosi eyayihlasela ilizwe labo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share