-
Mateyu 27:41-43IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
41 Nababingeleli abaziintloko, ababhali kunye nabadala bahlekisa ngaye, besithi:+ 42 “Wabasindisa abanye, kodwa yena akakwazi kuzisindisa! NguKumkani wakwaSirayeli,+ andithi! Makehle kaloku kwisibonda sokungcungcutheka,* sakutsho simkholelwe. 43 Uthembele ngoThixo, andithi! Makamsindise kaloku ukuba uyamfuna,+ kuba wathi, ‘NdinguNyana kaThixo.’”+
-