-
Isaya 2:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Amehlo anekratshi aza kwehliswa,
Ukukhukhumala kwabantu kuza kuthotywa.
NguYehova yedwa oza kuphakanyiswa ngaloo mini.
-