IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 25:12, 13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Ngubani owoyika uYehova?+

      Uza kumfundisa indlela amele ayikhethe.+

      נ [Nun]

      13 Uza kulungelwa zizinto,+

      Nenzala* yakhe iza kufumana umhlaba.+

  • INdumiso 37:29
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 29 Umhlaba uza kuba ngowamalungisa,+

      Ibe aza kuhlala kuwo ngonaphakade.+

  • Mateyu 5:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 “Bonwabile abo balulamileyo,+ kuba umhlaba uza kuba lilifa labo.+

  • 2 Petros 2:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Ngoko ke, uYehova* uyakwazi ukubasindisa esilingweni abantu abazinikele kuye,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze batshatyalaliswe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share