IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 18:21
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 21 Ngoko uSawule wathi: “Ndiza kumnika yena ukuze abe ngumgibe kuye, nokuze isandla samaFilisti sibe phezu kwakhe.”+ USawule waphinda wathi kuDavide: “Uza kwendiselana nam* namhlanje.”

  • 1 Samuweli 18:25
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 25 Wathi uSawule: “Nimele nithi kuye, ‘Ukumkani akafuni lobola,+ kodwa ufuna amajwabi ayi-100+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele kwiintshaba zakhe.’” USawule ke wayecebe ukuba uDavide abulawe ngamaFilisti.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share