IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 12:35
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 35 Umntu olungileyo ukhupha izinto ezintle kwizinto ezintle abezigcinile, kanti umenzi-bubi ukhupha izinto ezimbi kwizinto ezimbi abezigcinile.+

  • Efese 4:29
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa malibe lelakhayo xa kufuneka njalo, ukuze libancede abo balivayo.+

  • Kolose 4:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 Hlalani nithetha kakuhle, amazwi enu enongwe ngetyiwa,+ ukuze niyazi indlela yokuphendula umntu ngamnye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share