IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 46:4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  4 Niza kude niguge, mna ndingekatshintshi;+

      Ndiza kuqhubeka ndinithwele nokuba seninezimvi.

      Njengoko bendihlala ndisenza, ndiza kunithwala, ndinifunqule ndize ndinisindise.+

  • 1 Korinte 10:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Zonke izilingo enizifumeneyo ziqhelekile ebantwini.+ Kodwa ke uThixo uthembekile, ibe akazukuniyekela nilingwe ngento eningenakumelana nayo,+ kodwa uza kuninika indlela yokuphuma kweso silingo ukuze nikwazi ukusinyamezela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share