Yeremiya 10:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngubani na ofanele angakoyiki, owu Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele ukoyikwa;Kuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwazo zonke izizwe zazo,Akukho namnye unjengawe.+ Zekariya 14:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 UYehova uza kuba nguKumkani phezu komhlaba wonke.+ Ngaloo mini uYehova uza kuba mnye,+ negama lakhe libe linye.+
7 Ngubani na ofanele angakoyiki, owu Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele ukoyikwa;Kuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwazo zonke izizwe zazo,Akukho namnye unjengawe.+
9 UYehova uza kuba nguKumkani phezu komhlaba wonke.+ Ngaloo mini uYehova uza kuba mnye,+ negama lakhe libe linye.+