IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hebhere 9:13, 14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Abantu abangacocekanga emzimbeni babecoceka xa befefwe+ ngegazi leebhokhwe, eleenkunzi zeenkomo+ nangothuthu lwethokazi, 14 kodwa lona igazi likaKristu licoca ngaphezu koko.+ Kuba yena wazinikela kuThixo engenasiphako yaye ekhokelwa ngumoya kaThixo ohlala ukho ngonaphakade, ukuze acoce izazela zethu kwimisebenzi efileyo,+ size sikwazi ukwenzela uThixo ophilayo imisebenzi engcwele.+

  • 1 Yohane 1:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 Kodwa ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengokuba naye esekukhanyeni, siza kuba simanyene, yaye igazi loNyana wakhe uYesu liza kuzihlamba zonke izono zethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share