10 Zisani zonke izishumi kuvimba,+ ukuze kubekho ukutya endlini yam;+ yaye ndivavanyeni kule nto, ndiyanicela,” utsho uYehova wemikhosi, “ukuze nibone ukuba andizukunivulela na iigeyithi zezikhukula emazulwini+ ndize ndiqongqothele phezu kwenu intsikelelo kude kungabikho nto niyidingayo.”+