INdumiso 12:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 “Ngenxa yokuba becinezelwe abasentlungwini,Ngenxa yokuncwina kwamahlwempu,+Ndiza kuphakama ndiwalwele,” utsho uYehova. “Ndiza kuwasindisa kwabo bawaphatha kakubi.”* IMizekeliso 14:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Umntu oqhatha ihlwempu uthuka uMenzi walo,+Kodwa lowo uliphatha ngobubele ihlwempu uyamzukisa.+
5 “Ngenxa yokuba becinezelwe abasentlungwini,Ngenxa yokuncwina kwamahlwempu,+Ndiza kuphakama ndiwalwele,” utsho uYehova. “Ndiza kuwasindisa kwabo bawaphatha kakubi.”*