Yakobi 2:15, 16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ukuba umzalwana okanye udade uyadlakazela* okanye ulambile, 16 kunceda ngantoni ukuba omnye wenu athi kuye, “Hamba ngoxolo, ufudumale, uhluthe,” kodwa abe engamnikanga nto?+
15 Ukuba umzalwana okanye udade uyadlakazela* okanye ulambile, 16 kunceda ngantoni ukuba omnye wenu athi kuye, “Hamba ngoxolo, ufudumale, uhluthe,” kodwa abe engamnikanga nto?+