IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 41:11, 12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Jonga! Bonke abantu abakuleqa benomsindo baza kuhlaziswa baze babe neentloni.+

      Abo balwa nawe baza kuba njengento engento baze batshabalale.+

      12 Uza kuzikhangela iintshaba zakho, kodwa awuzukuzifumana;

      Kuza kuba ngathi awekho amadoda alwa nawe, aza kuphela tu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share