Duteronomi 4:15, 16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Ngoko zigadeni, ekubeni ningazange nibone mntu ngemini uYehova awathetha nani eHorebhe esemlilweni, 16 ningenzi ububi ngokwenza umfanekiso wayo nantoni na, nokuba ngowendoda okanye ngowebhinqa,+ IZenzo 17:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 “Ngoko ekubeni singabantwana bakaThixo,*+ asimele sicinge ukuba uThixo ufana negolide, isilivere okanye ilitye, imifanekiso eyenziwe ngabantu.+
15 “Ngoko zigadeni, ekubeni ningazange nibone mntu ngemini uYehova awathetha nani eHorebhe esemlilweni, 16 ningenzi ububi ngokwenza umfanekiso wayo nantoni na, nokuba ngowendoda okanye ngowebhinqa,+
29 “Ngoko ekubeni singabantwana bakaThixo,*+ asimele sicinge ukuba uThixo ufana negolide, isilivere okanye ilitye, imifanekiso eyenziwe ngabantu.+