IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 44:14, 15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Kukho onomsebenzi wokugawula imisedare.

      Ukhetha uhlobo oluthile lomthi, umthi wom-oki,

      Awuyeke ukhule womelele phakathi kweminye imithi yehlathi.+

      Utyala umthi womlowureli, uze ukhuliswe yimvula.

      15 Emva koko uba ziinkuni umntu abasa ngazo umlilo.

      Ucanda kwawona ukuze azifudumeze.

      Ubasa ngawo aze abhake isonka.

      Kodwa kwangawo wenza uthixo aze amkhonze.

      Wenza umfanekiso oqingqiweyo aze aqubude kuwo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share