IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 98:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  2 UYehova uyenze yaziwa indlela asindisa ngayo;+

      Ubutyhilile ubulungisa bakhe ezintlangeni.+

  • Isaya 11:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Ngaloo mini, ingcambu kaYese+ iza kuphakama njengento* yokubonisa izizwana.+

      Iintlanga ziza kucela icebiso kuye,*+

      Nendawo yakhe yokuphumla iza kuba nozuko.

  • Isaya 52:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 UYehova uyityhilile ingalo yakhe engcwele emehlweni azo zonke iintlanga;+

      Ibe bonke abantu abasemhlabeni baza kuyibona indlela asindisa* ngayo uThixo wethu.+

  • IZenzo 13:47
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 47 Kuba uYehova wasiyalela wathi: ‘Ndikukhethile ukuba ukhanyisele iintlanga, ukuze usindise abantu nakwezona ndawo zikude zomhlaba.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share