IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 29:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Kwaye ndiza kunivumela ukuba nindifumane,’+ utsho uYehova. ‘Ndiza kubahlanganisa abathinjwa bakho ndize ndiniqokelele ndinikhuphe kuzo zonke iintlanga neendawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Ibe ndiza kunibuyisela kwindawo endanenza nathinjwa nikuyo.’+

  • Yeremiya 46:27
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 27 ‘Wena ke, sukoyika, Yakobi mkhonzi wam,

      Nawe Sirayeli, sukoyika.+

      Kuba ndiza kukusindisa ukude,

      Nenzala* yakho kwilizwe ethinjwe kulo.+

      UYakobi uza kubuya azole angaphazanyiswa,

      Kungabikho mntu umoyikisayo.+

  • Hoseya 6:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Ngaphezu koko, wena Yuda, ubekelwe ixesha lokuvuna,

      Xa ndibuyisa abantu bam abathinjiweyo.”+

  • Yoweli 3:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 “Jongani! ngaloo mihla nangelo xesha,

      Xa ndibuyisa abathinjiweyo bakwaYuda nabaseYerusalem,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share