61 INkosi enguMongami uYehova indinike umoya wayo,+
Kuba uYehova undikhethile ukuba ndishumayele iindaba ezilungileyo kubantu abalulamileyo.+
Undithume ukuba ndibophe abantu abaneentliziyo ezaphukileyo,
Ndishumayele ukuba abathinjwa baza kukhululwa,
Nokuba aza kuvulwa amehlo amabanjwa,+
2 Undithumele ukuvakalisa unyaka wokwaneliseka kukaYehova
Nomhla wempindezelo kaThixo wethu,+
Ukuthuthuzela bonke abazilileyo,+