IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 7:23
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 23 Luluphi na olunye uhlanga emhlabeni olunjengabantu bakho amaSirayeli?+ UThixo wazikhululela bona bangabantu bakhe,+ ezenzela igama+ ngokubenzela izinto ezinkulu nezimangalisayo.+ Wagxotha iintlanga noothixo bazo ngenxa yabantu bakho, owazikhululela bona eYiputa.

  • Nehemiya 9:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Ngoko wenza imimangaliso ukuze ubethe uFaro, zonke izicaka zakhe, nabo bonke abantu belizwe lakhe,+ kuba babebaphethe kakubi+ abantu bakho. Wazenzela igama elisahleliyo nanamhlanje.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share