IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 uYehova uThixo wenu uza kubabuyisa abathinjwa benu,+ abe nenceba kuni+ aze aniqokelele kwakhona kuzo zonke izizwana anisasazele kuzo uYehova uThixo wenu.+

  • Nehemiya 1:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Kodwa ukuba nibuyela kum nize nithobele imithetho yam, ndiza kubaqokelela abantu bakowenu+ ndibazise kwindawo endikhethe ukulibeka kuyo igama lam,+ nangona besasazeke kwezona ndawo zikude.’

  • Isaya 11:11, 12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Ngaloo mini, uYehova uza kuphinda anikele isandla sakhe okwesibini, ukuze aqokelele abantu bakhe abashiyekileyo eAsiriya,+ eYiputa,+ ePatrosi,+ eKushe,+ e-Elam,+ eShinare,* eHamati nakwiziqithi zolwandle.+ 12 Uza kuziphakamisela into* eziza kubona ngayo iintlanga, aqokelele abasasazekileyo bakwaSirayeli+ aze aqokelele nabachithachithekileyo bakwaYuda mbombo zone zomhlaba.+

  • Amosi 9:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Ndiza kubabuyisa abantu bam abathinjiweyo amaSirayeli,+

      Ibe baza kuphinda bazakhe izixeko ezingenabantu baze bahlale kuzo;+

      Baza kutyala amasimi eediliya basele iwayini yazo,+

      Balime iigadi batye iziqhamo zazo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share