IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 5:20
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 20 Ancediswa ekulweni nabo, ada amaHagri nabo bonke abo babekunye nawo banikelwa kuwo, kuba akhwaza ecela uncedo kuThixo emfazweni, wasiphendula isicelo sawo kuba ethembele ngaye.+

  • 2 Kronike 16:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Ngaba amaTiyopiya namaLibhiya ayengengomkhosi omkhulu kakhulu, oneenqwelo zokulwa ezininzi nabakhweli-mahashe abaninzi? Kodwa kuba waye wathembela ngoYehova, wawanikela esandleni sakho.+

  • Isaya 26:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  3 Uza kubakhusela abo bayame ngawe ngokupheleleyo;*

      Uza kubenza bahlale benoxolo,+

      Kuba bathembele kuwe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share