Mateyu 23:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 “Yerusalem, Yerusalem, wena ubulala abaprofeti nobabetha ngamatye abo bathunyelwa kuyo,+ kunini ndifuna ukuqokelela abantwana bakho, oku kwesikhukukazi siqokelela amantshontsho aso phantsi kwamaphiko aso! Kodwa anizange nivume.+ IZenzo 7:51 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 51 “Bantundini abaneenkani, abaneentliziyo ezilukhuni nabangathobeliyo, nihlala nisilwa nomoya oyingcwele; nenza kanye njengokuba benzayo ookhokho benu.+
37 “Yerusalem, Yerusalem, wena ubulala abaprofeti nobabetha ngamatye abo bathunyelwa kuyo,+ kunini ndifuna ukuqokelela abantwana bakho, oku kwesikhukukazi siqokelela amantshontsho aso phantsi kwamaphiko aso! Kodwa anizange nivume.+
51 “Bantundini abaneenkani, abaneentliziyo ezilukhuni nabangathobeliyo, nihlala nisilwa nomoya oyingcwele; nenza kanye njengokuba benzayo ookhokho benu.+