-
ABagwebi 17:3, 4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Ngoko loo ndoda yawabuyisela kumama wayo amaqhosha esilivere ayi-1 100, kodwa yena wathi: “Ngokuqinisekileyo ndiza kuyenza ngcwele kuYehova le silivere iphuma esandleni sam, ukuze unyana wam enze ngayo umfanekiso oqingqiweyo nomfanekiso wesinyithi.+ Ndiyibuyisela kuwe ke.”
4 Emva kokuba iyibuyisele kumama wayo, yena wathatha amaqhosha esilivere ayi-200 wawanika umkhandi wesilivere. Lo mkhandi wenza umfanekiso oqingqiweyo nomfanekiso wesinyithi, yaza loo mifanekiso yabekwa endlini kaMika.
-