IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 35:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  8 Apho kuza kubakho uhola wendlela,+

      Obizwa ngokuba yiNdlela Yobungcwele.

      Akuzukuhamba moni kuwo.+

      Ugcinelwe abo bafanele ukuhamba kuwo,

      Akukho kwasidenge siza kubhadulela kuwo.

  • Isaya 57:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Kuza kuthiwa, ‘Yakhani, yakhani indlela! Lungisani indlela!+

      Susani zonke izikhubekiso endleleni yabantu bam.’”

  • Malaki 3:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 “Jonga! Ndithumela umthunywa wam, yaye uza kundilungiselela indlela.+ INkosi yokwenene, leyo niyikhangelayo, iza kuza ngequbuliso etempileni yayo;+ ibe nomthunywa wesivumelwano enivuyiswayo nguye uza kuza. Jonga! Uza kuza ngokuqinisekileyo,” utsho uYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share