Isaya 11:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kuza kubakho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya abaza kuhamba kuwo abantu bakhe abashiyekileyo,+Njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini awaphuma ngayo ezweni laseYiputa.
16 Kuza kubakho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya abaza kuhamba kuwo abantu bakhe abashiyekileyo,+Njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini awaphuma ngayo ezweni laseYiputa.