Yeremiya 32:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 ndaza olo xwebhu lwesivumelwano lufakwe isitampu ndalunika uBharuki+ unyana kaNeriya+ unyana kaMahaseya, phambi kukaHanameli unyana kaShalum, amangqina awayebhalile kulo nawo onke amaYuda awayehleli kwiYadi Yoonogada.+ Yeremiya 43:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kodwa nguBharuki+ unyana kaNeriya okuqhubayo, kuba efuna sisiwe kumaKhaledi ukuze asibulale, okanye asithimbele eBhabhiloni.”+
12 ndaza olo xwebhu lwesivumelwano lufakwe isitampu ndalunika uBharuki+ unyana kaNeriya+ unyana kaMahaseya, phambi kukaHanameli unyana kaShalum, amangqina awayebhalile kulo nawo onke amaYuda awayehleli kwiYadi Yoonogada.+
3 Kodwa nguBharuki+ unyana kaNeriya okuqhubayo, kuba efuna sisiwe kumaKhaledi ukuze asibulale, okanye asithimbele eBhabhiloni.”+