IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 25:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 “‘Kodwa emva kokuba kuphele iminyaka eyi-70,+ ndiza kumphendulisa ukumkani waseBhabhiloni nolo hlanga, ngenxa yesono sabo,’+ utsho uYehova, ‘nelizwe lamaKhaledi ndilenze lingabi nabantu ngonaphakade.+

  • Yeremiya 25:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Kuba iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu+ baza kubenza amakhoboka,+ kwaye ndiza kubabuyekeza ngokwezenzo nangokomsebenzi wezandla zabo.’”+

  • Yeremiya 50:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Yihlabeleni umkhosi macala onke.

      Inikezele.

      Iintsika zayo ziwile, iindonga zayo zichithiwe,+

      Kuba uYehova uziphindezele.+

      Ziphindezeleni kuyo.

      Zonke izinto ezenzileyo, nani zenzeni kuyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share