IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 21:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  9 Jonga ukuba kuza ntoni:

      Amadoda ahamba ngenqwelo yokulwa nesipani samahashe!”+

      Waza wathetha wathi:

      “Iwile! IBhabhiloni iwile!+

      Yonke imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bayo uyiphahlaze emhlabeni!”+

  • Isaya 47:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  9 Kodwa ezi zinto zimbini ziza kukufikela ngequbuliso, ngamini-nye:+

      Ukuzibona sowungenabantwana yaye ungumhlolokazi.

      Ezi zinto ziza kukufikela ngokupheleleyo+

      Ngenxa yokuba* uthakatha kakhulu nangenxa yamandla oomabophe bakho.+

  • ISityhilelo 14:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Kwalandela ingelosi yesibini yathi: “Iwile! IBhabhiloni Enkulu+ iwile,+ le yaselisa zonke iintlanga iwayini engumnqweno wayo wokuziphatha kakubi ngesondo!”*+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share