-
Levitikus 10:6IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
6 UMoses wathi kuAron nakwabanye oonyana bakhe uEleyazare noItamare: “Ningaziyeki zingalungiswanga iintloko zenu, ningazikrazuli izambatho zenu,+ ukuze ningafi, nokuze umsindo kaThixo ungafikeli bonke abantu. Abazalwana benu bayo yonke indlu kaSirayeli baza kubalilela abo batshiswe nguYehova ngomlilo.
-