-
Daniyeli 6:1, 2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
6 Kwabonakala kulungile kuDariyo ukumisela abaphathiswa kumaphondo ayi-120, ukuba balawule kubo bonke ubukumkani bakhe.*+ 2 Wamisela amagosa aphakamileyo amathathu ukuba aphathe abo baphathiswa; uDaniyeli+ wayelelinye lawo. Abaphathiswa+ babedlulisela ingxelo kuloo magosa, ukuze ukumkani angalahlekelwa nto.
-