Mateyu 6:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “Ukuba niyabaxolela abantu izono zabo, noTata wenu osemazulwini uza kunixolela;+ Mateyu 18:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Ubungamelanga ukuba uye wanenceba na kwela khoboka, njengokuba nam ndikwenzele inceba?’+ Yakobi 2:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kuba lowo ungenanceba akazukwenzelwa nceba xa egwetywa.+ Kaloku ukuba nenceba kubaluleke ngaphezu kokugweba.
13 Kuba lowo ungenanceba akazukwenzelwa nceba xa egwetywa.+ Kaloku ukuba nenceba kubaluleke ngaphezu kokugweba.