IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 24:17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 “‘Ukuba indoda ibulala umntu, ifanele nakanjani ibulawe.+

  • Duteronomi 17:8, 9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 “Ukuba kuvela ityala ekunzima ukuligweba kwesinye sezixeko zenu, nokuba lityala lokubulala, isimangalo, ubundlobongela obenziweyo+ okanye ezinye izinto ekuphikiswana ngazo, nimele niye kwindawo ayikhethileyo uYehova uThixo wenu.+ 9 Nize niye kubabingeleli abangabaLevi nakumntu oza kube eyijaji+ ngelo xesha, nibuze kubo yaye bona baza kunixelela isigqibo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share