Mateyu 10:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Ningaboyiki abo babulala umzimba kodwa bengakwazi ukubulala umphefumlo;*+ kodwa yoyikani lowo ukwaziyo ukuzitshabalalisa zombini, umphefumlo nomzimba eGehena.*+ Luka 12:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Mandinichazele ukuba yoyikani bani: Yoyikani Lowo unegunya lokuphosa eGehena*+ emva kokuba ebulele. Ndithi kuni, Nguye enimele nimoyike.+ 1 Yohane 3:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Nabani na ocaphukela umzalwana wakhe ungumbulali,*+ ibe niyazi kuba akukho mbulali uza kufumana ubomi obungunaphakade.+
28 Ningaboyiki abo babulala umzimba kodwa bengakwazi ukubulala umphefumlo;*+ kodwa yoyikani lowo ukwaziyo ukuzitshabalalisa zombini, umphefumlo nomzimba eGehena.*+
5 Mandinichazele ukuba yoyikani bani: Yoyikani Lowo unegunya lokuphosa eGehena*+ emva kokuba ebulele. Ndithi kuni, Nguye enimele nimoyike.+
15 Nabani na ocaphukela umzalwana wakhe ungumbulali,*+ ibe niyazi kuba akukho mbulali uza kufumana ubomi obungunaphakade.+