IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 58:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 Ngaba le ndlela nizila ngayo yile ifunwa ndim,

      Imini umntu azibonakalisa ngayo esentlungwini,

      Athokombise intloko njengomzi,

      Azenzele umandlalo ngelaphu lokwenza ingxowa nothuthu?

      Yile nto na le niyibiza ukuzila nomhla owamkelekileyo kuYehova?

  • Luka 18:11, 12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Le ingumFarisi yema, yathandaza entliziyweni isithi, ‘Owu Thixo, ndiyabulela kuba ndingekho njengabanye abantu, abangabaphangi, abantu abangengomalungisa, abakrexezi,* okanye abanjengalo mqokeleli werhafu. 12 Ndizila ukutya kabini ngeveki; ndinikela isishumi sayo yonke into endiyifumanayo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share