Mateyu 19:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukugqibelela,* hamba uyokuthengisa yonke into onayo, uze loo mali uyinike amahlwempu, utsho ube nobutyebi ezulwini;+ emva koko, uze kum, ube ngumlandeli wam.”+ Marko 10:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UYesu wayijonga, wayithanda, waza wathi kuyo, “Kukho into enye eshotayo: Hamba uyokuthengisa yonke into onayo, uze loo mali uyinike amahlwempu, utsho ube nobutyebi ezulwini; emva koko, uze kum, ube ngumlandeli wam.”+ Luka 12:33, 34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Thengisani izinto zenu, nincede amahlwempu.*+ Yenzani iibhegi zemali ezingagugiyo, ubutyebi obungasoze buphele emazulwini,+ apho kungasondeli sela, kungonakalisi nazinambuzane.* 34 Kuba apho bukhoyo ubutyebi benu, neentliziyo zenu ziza kuba lapho. Luka 18:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 UYesu wathi kuye, “Kusashota into enye kuwe: Thengisa yonke into onayo, uze loo mali uyinike amahlwempu, utsho ube nobutyebi emazulwini; emva koko, uze kum, ube ngumlandeli wam.”+
21 UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukugqibelela,* hamba uyokuthengisa yonke into onayo, uze loo mali uyinike amahlwempu, utsho ube nobutyebi ezulwini;+ emva koko, uze kum, ube ngumlandeli wam.”+
21 UYesu wayijonga, wayithanda, waza wathi kuyo, “Kukho into enye eshotayo: Hamba uyokuthengisa yonke into onayo, uze loo mali uyinike amahlwempu, utsho ube nobutyebi ezulwini; emva koko, uze kum, ube ngumlandeli wam.”+
33 Thengisani izinto zenu, nincede amahlwempu.*+ Yenzani iibhegi zemali ezingagugiyo, ubutyebi obungasoze buphele emazulwini,+ apho kungasondeli sela, kungonakalisi nazinambuzane.* 34 Kuba apho bukhoyo ubutyebi benu, neentliziyo zenu ziza kuba lapho.
22 UYesu wathi kuye, “Kusashota into enye kuwe: Thengisa yonke into onayo, uze loo mali uyinike amahlwempu, utsho ube nobutyebi emazulwini; emva koko, uze kum, ube ngumlandeli wam.”+