IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 kodwa lona usuku lwesixhenxe luyisabatha kuYehova uThixo wakho. Awumelanga wenze nawuphi na umsebenzi, wena, unyana wakho, intombi yakho, ikhoboka lakho, ikhobokazana lakho, isilwanyana sakho sasekhaya kunye nomntu wasemzini ohlala kwakho.*+

  • Eksodus 31:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Ningasebenza iintsuku ezintandathu, kodwa usuku lwesixhenxe yisabatha yokuphumla ngokupheleleyo.+ Ingcwele kuYehova. Nabani na osebenzayo ngomhla weSabatha umele abulawe.

  • Duteronomi 5:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Awumelanga wenze nawuphi na umsebenzi,+ wena, unyana wakho, intombi yakho, ikhoboka lakho, ikhobokazana lakho, inkunzi yakho yenkomo, idonki yakho, nasiphi na isilwanyana sakho sasekhaya nomntu wasemzini ohlala kwizixeko zakho,+ ukuze ikhoboka lakho nekhobokazana lakho liphumle njengawe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share