INtshumayeli 12:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kuba uThixo wokwenene uza kusiphendulisa ngayo yonke into esiyenzayo, naleyo ifihlakeleyo, nokuba ilungile okanye imbi.+ Roma 14:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngoko ngamnye wethu uza kuziphendulela kuThixo.+
14 Kuba uThixo wokwenene uza kusiphendulisa ngayo yonke into esiyenzayo, naleyo ifihlakeleyo, nokuba ilungile okanye imbi.+