IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 13:55
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 55 Ayingonyana womchweli na lo?+ AyingoMariya na umama wakhe? Khona, abantakwabo ayingoYakobi noYosefu noSimon noYudas?+

  • Yohane 2:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Emva koku, uYesu, umama wakhe, abantakwabo+ nabafundi bakhe behla baya eKapernahum,+ bahlala khona iintsuku ezimbalwa.

  • IZenzo 1:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Bonke baqhubeka bethandaza, benenjongo enye. Kwakukho nabafazi abathile+ noMariya umama kaYesu kunye nabantakwaboYesu.+

  • 1 Korinte 9:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Sinegunya lokuba nabafazi abangamaKristu+ size sihambe nabo, njengoko besenza abanye abapostile, abantakwab’ eNkosi+ noKefas,*+ andithi?

  • Galati 1:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Kodwa andizange ndibabone abanye abapostile, ngaphandle koYakobi+ umninawa weNkosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share