Yohane 20:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UYesu wathi: “Sukubambelela kum, kuba andikayi kuTata. Hamba uye kubantakwethu,+ uthi kubo, ‘Ndiya kuTata wam+ okwanguTata wenu, kuThixo wam+ okwanguThixo wenu.’” Hebhere 2:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kuba lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo,+ bonke baphuma kumntu omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi ngabantakwabo,+
17 UYesu wathi: “Sukubambelela kum, kuba andikayi kuTata. Hamba uye kubantakwethu,+ uthi kubo, ‘Ndiya kuTata wam+ okwanguTata wenu, kuThixo wam+ okwanguThixo wenu.’”
11 Kuba lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo,+ bonke baphuma kumntu omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi ngabantakwabo,+